1 Kronike 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Hamba, uye kuthi kuDavide umkhonzi wam, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Asinguwe oya kundakhela indlu yokuhlala.+ 2 Kronike 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuphela wena akuyi kuyakha ngokwakho indlu,+ kodwa unyana wakho ophuma esinqeni sakho nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+
4 “Hamba, uye kuthi kuDavide umkhonzi wam, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Asinguwe oya kundakhela indlu yokuhlala.+
9 Kuphela wena akuyi kuyakha ngokwakho indlu,+ kodwa unyana wakho ophuma esinqeni sakho nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+