Genesis 38:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko uYuda wathi kuTamare umolokazana wakhe: “Hlala ungumhlolokazi endlwini kayihlo ade uShela unyana wam akhule.”+ Ngokuba wayezixelele ukuba: “Hleze naye afe njengabantakwabo.”+ Ngako oko wemka uTamare waza wahlala endlwini kayise.+
11 Ngoko uYuda wathi kuTamare umolokazana wakhe: “Hlala ungumhlolokazi endlwini kayihlo ade uShela unyana wam akhule.”+ Ngokuba wayezixelele ukuba: “Hleze naye afe njengabantakwabo.”+ Ngako oko wemka uTamare waza wahlala endlwini kayise.+