Levitikus 22:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ukuba nithe nabingelela umbingelelo wombulelo kuYehova,+ nifanele niwubingelele ukuze nizuze inkoliseko ngawo. INdumiso 105:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 105 Bulelani kuYehova, bizani egameni lakhe,+Zaziseni phakathi kwezizwana izenzo zakhe.+ Filipi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+
29 “Ukuba nithe nabingelela umbingelelo wombulelo kuYehova,+ nifanele niwubingelele ukuze nizuze inkoliseko ngawo.
6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+