Levitikus 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kamva oonyana baka-Aron uNadabhi noAbhihu+ bathabatha elowo ugcedevu lwakhe,+ babeka umlilo kulo baza babeka isiqhumiso+ phezu kwawo, basondeza phambi koYehova umlilo ongekho sikweni,+ angabayalelanga ngawo.
10 Kamva oonyana baka-Aron uNadabhi noAbhihu+ bathabatha elowo ugcedevu lwakhe,+ babeka umlilo kulo baza babeka isiqhumiso+ phezu kwawo, basondeza phambi koYehova umlilo ongekho sikweni,+ angabayalelanga ngawo.