15 Iimvumi+ oonyana baka-Asafu+ babekwizigxina zabo ngokomyalelo kaDavide+ noka-Asafu+ noHeman+ noYedutun+ imboni+ kakumkani; nabagcini-masango+ bekumasango awahlukeneyo.+ Kwakungekho mfuneko yokuba baphambuke kwinkonzo yabo, ngenxa yokuba abazalwana babo abaLevi babebalungiselela.+