Yoshuwa 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waza wathi uYoshuwa: “Kutheni na usizisele ishwangusha nje?+ UYehova uza kukuzisela ishwangusha ngalo mhla.” Ngoko wonke uSirayeli wamgibisela ngamatye,+ emva koko babatshisa ngomlilo.+ Ngaloo ndlela babaxuluba ngamatye.
25 Waza wathi uYoshuwa: “Kutheni na usizisele ishwangusha nje?+ UYehova uza kukuzisela ishwangusha ngalo mhla.” Ngoko wonke uSirayeli wamgibisela ngamatye,+ emva koko babatshisa ngomlilo.+ Ngaloo ndlela babaxuluba ngamatye.