1 Kronike 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Koonyana baka-Asafu, yayinguZakure noYosefu+ noNetaniya noAsharela,+ oonyana baka-Asafu ababephantsi kolawulo luka-Asafu+ owayeprofeta ngaphantsi kolawulo lukakumkani.
2 Koonyana baka-Asafu, yayinguZakure noYosefu+ noNetaniya noAsharela,+ oonyana baka-Asafu ababephantsi kolawulo luka-Asafu+ owayeprofeta ngaphantsi kolawulo lukakumkani.