1 Kumkani 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 uBhenaya+ unyana kaYehoyada wayephethe umkhosi,+ yaye uTsadoki noAbhiyatare+ babengababingeleli; 1 Kronike 12:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UYehoyada wayeyinkokeli+ yoonyana baka-Aron,+ yaye wayenamawaka amathathu anamakhulu asixhenxe kuye.
27 UYehoyada wayeyinkokeli+ yoonyana baka-Aron,+ yaye wayenamawaka amathathu anamakhulu asixhenxe kuye.