1 Kronike 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Olu luludwe lwamadoda kaDavide anamandla: uYashobheyam+ unyana kaHakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe kumakhulu amathathu abulawa ngasihlandlo sinye.+
11 Olu luludwe lwamadoda kaDavide anamandla: uYashobheyam+ unyana kaHakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe kumakhulu amathathu abulawa ngasihlandlo sinye.+