1 Samuweli 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+ 1 Samuweli 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngako oko wathumela yaza yaziswa. Ke kaloku yayibubomvurha,+ umfana onamehlo amahle noyinzwana ngembonakalo. Wandula ke uYehova wathi: “Sukuma, mthambise, kuba nguye lo!”+
14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+
12 Ngako oko wathumela yaza yaziswa. Ke kaloku yayibubomvurha,+ umfana onamehlo amahle noyinzwana ngembonakalo. Wandula ke uYehova wathi: “Sukuma, mthambise, kuba nguye lo!”+