INdumiso 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abo balaziyo igama lakho baya kukholosa ngawe,+Kuba ngokuqinisekileyo akuyi kubashiya abo bakukhangelayo, Yehova.+ Yeremiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova. Hebhere 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Kwaye akasayi kuze ngamnye kubo afundise ummi olidlelane lakhe yaye ngamnye afundise umntakwabo, esithi: “Mazi uYehova!”+ Kuba bonke baya kundazi,+ ukususela koyena mncinane kuse koyena mkhulu kubo.
10 Abo balaziyo igama lakho baya kukholosa ngawe,+Kuba ngokuqinisekileyo akuyi kubashiya abo bakukhangelayo, Yehova.+
24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova.
11 “‘Kwaye akasayi kuze ngamnye kubo afundise ummi olidlelane lakhe yaye ngamnye afundise umntakwabo, esithi: “Mazi uYehova!”+ Kuba bonke baya kundazi,+ ukususela koyena mncinane kuse koyena mkhulu kubo.