2 Kronike 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+ Mateyu 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa. Hebhere 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+ Yakobi 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Sondelani kuThixo, naye uya kusondela kuni.+ Hlambululani izandla zenu, nina boni,+ nisulungekise iintliziyo zenu,+ nina bangenazigqibo.+
2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+
7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa.
6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+
8 Sondelani kuThixo, naye uya kusondela kuni.+ Hlambululani izandla zenu, nina boni,+ nisulungekise iintliziyo zenu,+ nina bangenazigqibo.+