1 Kumkani 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokubhekele phaya, ecaleni kodonga lwendlu wakha macala onke isakhiwo esisecaleni, ecaleni kweendonga zendlu macala onke etempile nakwelona gumbi lingaphakathi,+ waza wenza amagumbi asecaleni+ macala onke.
5 Ngokubhekele phaya, ecaleni kodonga lwendlu wakha macala onke isakhiwo esisecaleni, ecaleni kweendonga zendlu macala onke etempile nakwelona gumbi lingaphakathi,+ waza wenza amagumbi asecaleni+ macala onke.