Duteronomi 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+ 1 Kronike 22:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kuphumelela+ ukuba uyayinyamekela uze uyigcine imimiselo+ nemigwebo+ uYehova awamyalela+ ngayo uMoses ngokuphathelele uSirayeli. Yiba nesibindi uze womelele.+ Musa ukoyika,+ ungankwantyi.+
6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+
13 Uya kuphumelela+ ukuba uyayinyamekela uze uyigcine imimiselo+ nemigwebo+ uYehova awamyalela+ ngayo uMoses ngokuphathelele uSirayeli. Yiba nesibindi uze womelele.+ Musa ukoyika,+ ungankwantyi.+