Duteronomi 31:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova uhamba phambi kwakho. Uya kuba nawe yena.+ Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo. Uze ungoyiki okanye unkwantye.”+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
8 UYehova uhamba phambi kwakho. Uya kuba nawe yena.+ Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo. Uze ungoyiki okanye unkwantye.”+