1 Kronike 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, uKumkani uDavide wathi kuOrnan: “Hayi, kodwa nakanjani na ndiya kusithenga ngemali ezeleyo,+ ngenxa yokuba andiyi kuthwala into eyeyakho ndiyise kuYehova ukuze ndinikele umbingelelo otshiswayo ngaphandle kweendleko.” IMizekeliso 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Beka uYehova ngezinto zakho zexabiso+ nangentlahlela yemveliso yakho yonke.+
24 Noko ke, uKumkani uDavide wathi kuOrnan: “Hayi, kodwa nakanjani na ndiya kusithenga ngemali ezeleyo,+ ngenxa yokuba andiyi kuthwala into eyeyakho ndiyise kuYehova ukuze ndinikele umbingelelo otshiswayo ngaphandle kweendleko.”