1 Kumkani 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye wahlabela mgama wathi: “Makabongwe uYehova+ uTHIXO kaSirayeli, owathetha ngomlomo wakhe noDavide+ ubawo kwaye ngesandla sakhe uye wazalisekisa,+ esithi,
15 Yaye wahlabela mgama wathi: “Makabongwe uYehova+ uTHIXO kaSirayeli, owathetha ngomlomo wakhe noDavide+ ubawo kwaye ngesandla sakhe uye wazalisekisa,+ esithi,