1 Kumkani 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ngokubhekisele kule ndlu uyakhayo, ukuba uya kuhamba emimiselweni yam+ uze uyenze imigwebo yam+ yaye uyigcine yonke imiyalelo yam ngokuhamba kuyo,+ nam ngokuqinisekileyo ndiya kuliphumeza kuwe ilizwi lam endalithethayo kuDavide uyihlo;+ 1 Kronike 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani+ bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo ukuba uthe wazimisela ngamandla ukwenza imiyalelo yam+ nezigwebo zam,+ njengoko kunjalo namhlanje.’
12 “Ngokubhekisele kule ndlu uyakhayo, ukuba uya kuhamba emimiselweni yam+ uze uyenze imigwebo yam+ yaye uyigcine yonke imiyalelo yam ngokuhamba kuyo,+ nam ngokuqinisekileyo ndiya kuliphumeza kuwe ilizwi lam endalithethayo kuDavide uyihlo;+
7 Ngokuqinisekileyo ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani+ bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo ukuba uthe wazimisela ngamandla ukwenza imiyalelo yam+ nezigwebo zam,+ njengoko kunjalo namhlanje.’