IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Bonke oonyana bakaSirayeli babebukele xa umlilo wawusihla nobuqaqawuli bukaYehova buphezu kwendlu, ngokukhawuleza bathoba+ babhekisa ubuso babo emhlabeni phezu kwendlela egangathiweyo baza baqubuda+ babulela uYehova, “kuba elungile,+ kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.”+

  • ISityhilelo 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye zonke iingelosi+ zazimi zijikeleze itrone nabadala+ nezidalwa+ eziphilayo ezine, zaza zawa ngobuso bazo phambi kwetrone, zanqula uThixo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share