1 Kumkani 8:63 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 USolomon wanikela umbingelelo wobudlelane+ ekwakufuneka awunikele kuYehova, amashumi amabini anesibini amawaka eenkomo nekhulu elinamashumi amabini amawaka ezimvu,+ ukuze ukumkani nabo bonke oonyana bakaSirayeli basungule+ indlu kaYehova.
63 USolomon wanikela umbingelelo wobudlelane+ ekwakufuneka awunikele kuYehova, amashumi amabini anesibini amawaka eenkomo nekhulu elinamashumi amabini amawaka ezimvu,+ ukuze ukumkani nabo bonke oonyana bakaSirayeli basungule+ indlu kaYehova.