-
1 Kumkani 1:35INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
35 Nimele ninyuke nimlandele, yaye umele angene aze ahlale etroneni yam; kwaye yena ngokwakhe uza kuba ngukumkani esikhundleni sam, yaye kuza kufuneka ndimmisele abe yinkokeli kwaSirayeli nakwaYuda.”
-