2 Samuweli 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda.
5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda.