2 Samuweli 13:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ke yena uAbhisalom, wabaleka ukuze aye kuTalemayi+ unyana ka-Amihudi ukumkani waseGeshure.+ Yaye uDavide waqhubeka emzilele+ unyana wakhe yonke imihla.
37 Ke yena uAbhisalom, wabaleka ukuze aye kuTalemayi+ unyana ka-Amihudi ukumkani waseGeshure.+ Yaye uDavide waqhubeka emzilele+ unyana wakhe yonke imihla.