2 Samuweli 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwathi ke emva kwezo zinto uAbhisalom+ unyana kaDavide wabanodade wabo omhle ogama linguTamare,+ waza uAmnon+ unyana kaDavide wamthanda.+
13 Kwathi ke emva kwezo zinto uAbhisalom+ unyana kaDavide wabanodade wabo omhle ogama linguTamare,+ waza uAmnon+ unyana kaDavide wamthanda.+