2 Kronike 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UAmatsiya+ waba ngukumkani eneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala, yaye walawula iminyaka engamashumi amabini anesithoba eYerusalem. Igama likanina lalinguYehowadan+ waseYerusalem.
25 UAmatsiya+ waba ngukumkani eneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala, yaye walawula iminyaka engamashumi amabini anesithoba eYerusalem. Igama likanina lalinguYehowadan+ waseYerusalem.