Yeremiya 46:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nyukani, nina mahashe; nidlongozele, nina zinqwelo! Makaphume amadoda anamandla, uKushe+ noPuti,+ abaphatha ikhaka, namaLudi,+ aphatha nagoba isaphetha. Nahum 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ITiyopiya yayingamandla ayo ephela, neYiputa;+ yaye ingenamda. IPuti namaLibhiya aba luncedo kuwe.+
9 Nyukani, nina mahashe; nidlongozele, nina zinqwelo! Makaphume amadoda anamandla, uKushe+ noPuti,+ abaphatha ikhaka, namaLudi,+ aphatha nagoba isaphetha.
9 ITiyopiya yayingamandla ayo ephela, neYiputa;+ yaye ingenamda. IPuti namaLibhiya aba luncedo kuwe.+