Genesis 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko uAbram wathabatha uSarayi umfazi wakhe+ noLote unyana womntakwabo+ nayo yonke impahla ababeyiqwebile+ nemiphefumlo ababeyizuzile kwaHaran, baza banduluka besiya ezweni lakwaKanan.+ Ekugqibeleni bafika ezweni lakwaKanan.
5 Ngoko uAbram wathabatha uSarayi umfazi wakhe+ noLote unyana womntakwabo+ nayo yonke impahla ababeyiqwebile+ nemiphefumlo ababeyizuzile kwaHaran, baza banduluka besiya ezweni lakwaKanan.+ Ekugqibeleni bafika ezweni lakwaKanan.