Yoshuwa 13:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye ummandla wabo wasusela eMahanayim+ nayo yonke iBhashan, nawo wonke ummandla wobukhosi bukaOgi ukumkani waseBhashan,+ nazo zonke iidolophana zeentente zaseYayire+ eziseBhashan, iidolophu ezingamashumi amathandathu.
30 Yaye ummandla wabo wasusela eMahanayim+ nayo yonke iBhashan, nawo wonke ummandla wobukhosi bukaOgi ukumkani waseBhashan,+ nazo zonke iidolophana zeentente zaseYayire+ eziseBhashan, iidolophu ezingamashumi amathandathu.