IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 ukususela eArohere,+ eselunxwemeni lwentlambo yeArnon, ukusa eNtabeni yeSiyon, oko kukuthi iHermon,+

  • INdumiso 42:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Owu Thixo wam, umphefumlo wam uphelelwe lithemba ngaphakathi kum.+

      Kungenxa yoko ndikukhumbula,+

      Ukusuka kwilizwe laseYordan ukusa kwiincopho zeHermon,+

      Ukusuka kwintaba encinane.+

  • INdumiso 133:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Kunjengombethe+ weHermon+

      Ohla phezu kweentaba zaseZiyon.+

      Kuba uYehova wayalela ukuba kubekho intsikelelo apho,+

      Kwanobomi ukusa kwixesha elingenasiphelo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share