IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 35:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+.

  • Genesis 49:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “UBhenjamin uya kuqhubeka eqwenga njengengcuka.+ Kusasa uya kudla isilwanyana esiphangiweyo aze ngokuhlwa ahlule amaxhoba.”+

  • Numeri 26:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngabo aba oonyana bakaBhenjamin+ ngokweentsapho zabo, yaye ababhaliswayo kubo baba ngamashumi amane anesihlanu amawaka anamakhulu mathandathu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share