Yoshuwa 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umda woonyana bakaEfrayim ngokweentsapho zabo, ewe, umda welifa labo ukuya ngasempuma waba yiAtaroti-adare,+ ukuya kufikelela kwiBhete-horon engaseNtla;+ 2 Kronike 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wahlabela mgama wakha iBhete-heron engaseNtla+ neBhete-heron eseZantsi,+ nezixeko ezinqatyiswe ngeendonga,+ iingcango nemivalo,+
5 Umda woonyana bakaEfrayim ngokweentsapho zabo, ewe, umda welifa labo ukuya ngasempuma waba yiAtaroti-adare,+ ukuya kufikelela kwiBhete-horon engaseNtla;+
5 Wahlabela mgama wakha iBhete-heron engaseNtla+ neBhete-heron eseZantsi,+ nezixeko ezinqatyiswe ngeendonga,+ iingcango nemivalo,+