ABagwebi 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ookumkani bafika, balwa;Kungoko abathi ookumkani baseKanan balwa+ETahanaki+ ngakumanzi aseMegido.+Abazange bathabathe nzuzo yasilivere.+ 1 Kumkani 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 uBhana unyana ka-Ahiludi, eTahanaki+ naseMegido+ nayo yonke iBhete-sheyan,+ engaseTsaretan+ ezantsi kweYizereli,+ ukusuka eBhete-sheyan ukuya eAbheli-mehola+ ukuya kummandla waseYokemam;+
19 Ookumkani bafika, balwa;Kungoko abathi ookumkani baseKanan balwa+ETahanaki+ ngakumanzi aseMegido.+Abazange bathabathe nzuzo yasilivere.+
12 uBhana unyana ka-Ahiludi, eTahanaki+ naseMegido+ nayo yonke iBhete-sheyan,+ engaseTsaretan+ ezantsi kweYizereli,+ ukusuka eBhete-sheyan ukuya eAbheli-mehola+ ukuya kummandla waseYokemam;+