Yoshuwa 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 neTselaha,+ iHa-elefe neYebhusi, oko kukuthi, iYerusalem,+ iGibheya+ neKiriyati; izixeko ezilishumi elinesine nemizi yazo. Eli yayililifa loonyana bakaBhenjamin ngokweentsapho zabo.+ 1 Kumkani 2:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ekugqibeleni ukumkani wathumela wabiza uShimeyi+ waza wathi kuye: “Zakhele indlu eYerusalem, yaye umele uhlale apho ungaphumi apho uze kule ndawo nakuleya. Nehemiya 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 EYerusalem kwakuhlala abanye boonyana bakaYuda nabanye oonyana bakaBhenjamin.+ Koonyana bakaYuda yayinguAtaya unyana kaUziya unyana kaZekariya unyana ka-Amariya unyana kaShefatiya unyana kaMahalaleli wakoonyana bakaPeretse;+
28 neTselaha,+ iHa-elefe neYebhusi, oko kukuthi, iYerusalem,+ iGibheya+ neKiriyati; izixeko ezilishumi elinesine nemizi yazo. Eli yayililifa loonyana bakaBhenjamin ngokweentsapho zabo.+
36 Ekugqibeleni ukumkani wathumela wabiza uShimeyi+ waza wathi kuye: “Zakhele indlu eYerusalem, yaye umele uhlale apho ungaphumi apho uze kule ndawo nakuleya.
4 EYerusalem kwakuhlala abanye boonyana bakaYuda nabanye oonyana bakaBhenjamin.+ Koonyana bakaYuda yayinguAtaya unyana kaUziya unyana kaZekariya unyana ka-Amariya unyana kaShefatiya unyana kaMahalaleli wakoonyana bakaPeretse;+