1 Samuweli 14:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Igama lomfazi kaSawule yayinguAhinowam intombi ka-Ahimahatse, negama lentloko yomkhosi wakhe yayinguAbhinere+ unyana kaNere, uyisekazi kaSawule.
50 Igama lomfazi kaSawule yayinguAhinowam intombi ka-Ahimahatse, negama lentloko yomkhosi wakhe yayinguAbhinere+ unyana kaNere, uyisekazi kaSawule.