Nehemiya 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Umveleli+ wabaLevi eYerusalem yayingu-Uzi unyana kaBhani unyana kaHashabhiya unyana kaMataniya+ unyana kaMikha+ woonyana baka-Asafu,+ iimvumi,+ ngokuphathelele umsebenzi wendlu yoTHIXO oyinyaniso.
22 Umveleli+ wabaLevi eYerusalem yayingu-Uzi unyana kaBhani unyana kaHashabhiya unyana kaMataniya+ unyana kaMikha+ woonyana baka-Asafu,+ iimvumi,+ ngokuphathelele umsebenzi wendlu yoTHIXO oyinyaniso.