IZenzo 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa ukususela ngoko bafuna ukumkani,+ waza uThixo wabanika uSawule unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin,+ kangangeminyaka engamashumi amane.
21 Kodwa ukususela ngoko bafuna ukumkani,+ waza uThixo wabanika uSawule unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin,+ kangangeminyaka engamashumi amane.