2 Samuweli 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku uMefibhoshete wayenonyana oselula ogama linguMikha,+ yaye bonke abo babehlala endlwini kaTsibha babengabakhonzi bakaMefibhoshete.
12 Ke kaloku uMefibhoshete wayenonyana oselula ogama linguMikha,+ yaye bonke abo babehlala endlwini kaTsibha babengabakhonzi bakaMefibhoshete.