IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kananjalo akusayi kuba sathiwa igama lakho nguAbram, kunoko igama lakho limele libe nguAbraham, kuba ndiza kukwenza ube nguyise weentlanga ezininzi.

  • Nehemiya 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wena unguYehova uTHIXO oyinyaniso, owakhetha uAbram+ waza wamkhupha eUre yamaKhaledi+ wamisela ukuba igama lakhe libe nguAbraham.+

  • Yakobi 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 sazaliseka ke isibhalo esithi: “UAbraham wakholwa kuYehova, kwaza oko kwabalelwa kuye njengobulungisa,”+ waza wabizwa ngokuba “ngumhlobo kaYehova.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share