2 Samuweli 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngakuye uEleyazare+ unyana kaDodo+ unyana ka-Ahohi wayephakathi kwamadoda amathathu anamandla awayekunye noDavide xa bawangcikivayo amaFilisti. Babehlanganisene apho edabini, aza ke amadoda akwaSirayeli abuya umva.+
9 Ngakuye uEleyazare+ unyana kaDodo+ unyana ka-Ahohi wayephakathi kwamadoda amathathu anamandla awayekunye noDavide xa bawangcikivayo amaFilisti. Babehlanganisene apho edabini, aza ke amadoda akwaSirayeli abuya umva.+