1 Kronike 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UDavide+ namadoda amakhulu akwaSirayeli+ neentloko+ zamawaka ngabo ababehamba ukuze benyuse ityeya yomnqophiso kaYehova endlwini kaObhedi-edom+ benemihlali.+ IMizekeliso 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Amacebo ayatshitsha apho kungekho gqugula,+ kodwa ngobuninzi babacebisi kukho okufezwayo.+
25 UDavide+ namadoda amakhulu akwaSirayeli+ neentloko+ zamawaka ngabo ababehamba ukuze benyuse ityeya yomnqophiso kaYehova endlwini kaObhedi-edom+ benemihlali.+