1 Kumkani 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye uYehova wayethe kuAhiya: “Nanku umfazi kaYerobhoham esiza kuwe eze kucela ilizwi ngokubhekisele kunyana wakhe; kuba uyagula. Uze uthethe ngale ndlela naleya kuye. Yaye kuya kuthi kamsinya nje ekufikeni kwakhe, azenze angaqondakali.”+ 1 Kumkani 20:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wandula ke umprofeti wema ngxi elinde ukumkani ngasendleleni, wazenza mntu wumbi+ ngokuzibopha emehlweni.
5 Yaye uYehova wayethe kuAhiya: “Nanku umfazi kaYerobhoham esiza kuwe eze kucela ilizwi ngokubhekisele kunyana wakhe; kuba uyagula. Uze uthethe ngale ndlela naleya kuye. Yaye kuya kuthi kamsinya nje ekufikeni kwakhe, azenze angaqondakali.”+
38 Wandula ke umprofeti wema ngxi elinde ukumkani ngasendleleni, wazenza mntu wumbi+ ngokuzibopha emehlweni.