2 Kronike 30:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 bonke abo baye balungisa intiziyo yabo+ ukuba bafune uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uTHIXO wookhokho babo, nakuba kungengakusulungekiswa koko kungcwele.”+ Ezra 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uEzra wayeyilungisile+ intliziyo yakhe ukuba ahlole umthetho kaYehova,+ awenze+ aze afundise+ uSirayeli imimiselo+ nokusesikweni.+
19 bonke abo baye balungisa intiziyo yabo+ ukuba bafune uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uTHIXO wookhokho babo, nakuba kungengakusulungekiswa koko kungcwele.”+
10 Kuba uEzra wayeyilungisile+ intliziyo yakhe ukuba ahlole umthetho kaYehova,+ awenze+ aze afundise+ uSirayeli imimiselo+ nokusesikweni.+