2 Kronike 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wema phambi kwesibingelelo sikaYehova phambi kwalo lonke ibandla likaSirayeli,+ waza wolula izandla zakhe.+ 2 Kronike 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku aya kuvuleka amehlo am+ neendlebe zam+ ziwuphulaphule umthandazo kule ndawo.
12 Wema phambi kwesibingelelo sikaYehova phambi kwalo lonke ibandla likaSirayeli,+ waza wolula izandla zakhe.+