Genesis 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+ Eksodus 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo ndonithabatha nibe sisizwana sam,+ ndize ngokwenene ndizingqine ndinguThixo wenu;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi koxanduva lwamaYiputa.+
7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+
7 Ngokuqinisekileyo ndonithabatha nibe sisizwana sam,+ ndize ngokwenene ndizingqine ndinguThixo wenu;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi koxanduva lwamaYiputa.+