37 “Ukuba kunokwenzeka kubekho indlala+ elizweni, ukuba kunokwenzeka kubekho indyikitya yokufa,+ ukuba kunokwenzeka kubekho imbalela, isihumba,+ iinkumbi,+ amaphela;+ ukuba kunokwenzeka utshaba lwabo lubangqinge kwilizwe lamasango abo—naluphi na uhlobo lwesibetho, naluphi na uhlobo lwesifo—