Duteronomi 31:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova uhamba phambi kwakho. Uya kuba nawe yena.+ Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo. Uze ungoyiki okanye unkwantye.”+ Yoshuwa 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye uYoshuwa wathi kubo: “Musani ukoyika okanye ninkwantye.+ Yibani nesibindi nomelele, kuba uya kwenjenje uYehova kuzo zonke iintshaba zenu enilwa imfazwe nazo.”+
8 UYehova uhamba phambi kwakho. Uya kuba nawe yena.+ Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo. Uze ungoyiki okanye unkwantye.”+
25 Yaye uYoshuwa wathi kubo: “Musani ukoyika okanye ninkwantye.+ Yibani nesibindi nomelele, kuba uya kwenjenje uYehova kuzo zonke iintshaba zenu enilwa imfazwe nazo.”+