Genesis 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 namaHori+ entabeni yawo yeSehire,+ kwasa kwiEl-paran,+ esentlango. Duteronomi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+
5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+