2 Kumkani 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Weva kuthethwa ngoTiraka ukumkani waseTiyopiya kusithiwa: “Yabona uphumele ukuza kulwa nawe.” Ngoko ke wathumela abathunywa+ kwakhona kuHezekiya, esithi: 2 Kronike 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 enamakhulu alishumi elinesibni eenqwelo+ namashumi amathandathu amawaka abakhweli-mahashe; nabantu abangenakubalwa+ abaphuma naye eYiputa—amaLibhiya,+ amaSuki namaTiyopiya.+ 2 Kronike 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UYehova wawoyisa+ amaTiyopiya phambi kuka-Asa naphambi kukaYuda, aza asaba amaTiyopiya.
9 Weva kuthethwa ngoTiraka ukumkani waseTiyopiya kusithiwa: “Yabona uphumele ukuza kulwa nawe.” Ngoko ke wathumela abathunywa+ kwakhona kuHezekiya, esithi:
3 enamakhulu alishumi elinesibni eenqwelo+ namashumi amathandathu amawaka abakhweli-mahashe; nabantu abangenakubalwa+ abaphuma naye eYiputa—amaLibhiya,+ amaSuki namaTiyopiya.+