2 Kumkani 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngako oko wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi waya emfazweni nxamnye noHazayeli+ ukumkani waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ kodwa amaSiriya amxabela+ uYehoram.
28 Ngako oko wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi waya emfazweni nxamnye noHazayeli+ ukumkani waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ kodwa amaSiriya amxabela+ uYehoram.