1 Samuweli 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+
24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+